Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha
Woyika Inguquko?
EyoMsintsi 2024


UMyalezo weNyanga Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha, EyoMsintsi 2023

Woyika Inguquko?

NgokukaMongameli uRussell M. Nelson, nasi isizathu sokuba ungafanele ube njalo.

Yintoni wena oyoyikayo? Imizila kaloliwe enamagophe? Iklasi yezibalo? Ngaba uzama ukuqonda uIsaya?

Kuthekani ngayo inguquko? Ukuba ingcinga yokuguquka ikwenza ukuba ufune uzifihla phantsi kwezigqubuthelo zakho okanye utye itshokolethi eninzi, eli nqaku lenzelwe wena.

“Nceda ungoyiki okanye ulibazise ukuguquka,” watsho uMongameli Russell M. Nelson. Yaye ngesizathu esivakalayo. Nazi izinto ezimbalwa inguquko eyiyo kwaye nengeyiyo, ngokukaMongameli Nelson.

Umfanekiso
abantu abatsha abahlukeneyo

Imizobo nguCorey Egbert

Umfanekiso
umfana onekhalenda enkulu
Umfanekiso
intombazana nenkwenkwe zixhumaxhuma luvuyo
Umfanekiso
intombazana ebambe imilo yentliziyo
Umfanekiso
abantu besiya kwindlu yentlanganiso
Umfanekiso
umfana ehamba noYesu Krestu

Samkele Isipho SikaThixo Esigqibeleleyo

Ke, ingaba ukulungele ukuthemba uMsindisi ukuba aloyise uloyiko lwakho lwenguquko? Awuyi kuzisola.

UMongameli Nelson uthi: “Ngenxa yokuba ihlabathi lalidinga ukusindiswa, kwaye ngenxa yokuba mna nawe sifuna ukusindiswa, [uBawo waseZulwini] usithumelele uMsindisi.

“… Masamkele isipho sikaThixo esigqibeleleyo nesixabisekileyo. Masiyilahle imithwalo yethu nezono zethu ezinyaweni zoMsindisi kwaye sibe namava ovuyo oluza enguqukweni nakutshintsho.”

Amanqaku

  1. Russell M. Nelson, “Amandla oMfutho woMoya,” Tshazimpunzi 2022 inkomfa yajikelele (Liyahona, UCanzibe 2022, 98).

  2. Bona Russell M. Nelson, “We Can Do Better and Be Better,” Tshazimpunzi. 2019 inkomfa yajikelele (Ensign okanye iLiyahona, UCanzibe 2019, 67).

  3. Russell M. Nelson, “Amandla oMfutho woMoya,” (98).

  4. Russell M. Nelson, “We Can Do Better and Be Better” (67–68).

  5. Russell M. Nelson, “We Can Do Better and Be Better” (67).

  6. Russell M. Nelson, “We Can Do Better and Be Better” (67).

  7. Russell M. Nelson, in “Worldwide Day of Testimony: I Can Do All Things through Christ,” broadcasts.ChurchofJesusChrist.org.

  8. Russell M. Nelson, Instagram, Dec. 24, 2021, instagram.com/russellmnelson.

Shicilela