Abantwana
Ingaba Uzilungiselele Na?
Iimpendulo: Nyani, Nyani, Mposiso, Nyani, Mposiso
UMongameli Monson ucele ukuba umntu ngamnye kuthi alungiselele amaxesha anzima kwaye ancede abanye ngamaxesha anzima. Thatha olu vavanyo lobunyani-okanye-mposiso ukubona ukuba uzilungiselele na!
Ndingafumana qho umntu endino kumnceda. Nyani □ Mposiso □
Ndingabano mbulelo ngako konke esendinako. Nyani □ Mposiso □
Andina zakhono endinokuzabela abanye. Nyani □ Mposiso □
Ukugcina imali ukulungiselela ixesha elizayo ngumbono omhle. Nyani □ Mposiso □
Ndidinga izinto zokudlala ezintsha neempahla ukuze ndonwabe. Nyani □ Mposiso □