“Umbono weCebo likaThixo” Umhlobo, EyeKhala 2021
UMyalezo wangeNyanga Umhlobo, EyeKhala 2021
Umbono weCebo likaThixo
Imizobo ngu–Apryl Stott
Ngenye imini uJoseph Smith noSidney Rigdon babefunda izibhalo ezingcwele. Baye babanombono. Baye babona uBawo Osezulwini kunye noYesu Krestu.
Baye bafunda ukuba ngaphambi kokuba sizalwe, sasihlala ezulwini noThixo.
Size emhlabeni ukuza kufunda indlela yokulandela uYesu nokumamela uMoya oyiNgcwele. Sifunda ukugcina imiyalelo kwaye siguquke xa sisenza ukhetho olubi.
Emva kokuba siswelekile, siya kuvuswa kwabafileyo. Ukuba singamalungisa, siyakuphila kunye noBawo wethu oseZulwini kwakhona.
Ndingafunda ngecebo likaThixo kwizibhalo ezingcwele. Ngenxa kaYesu, ndingakwazi ukuba kunye nosapho lwam ngonaphakade.
Iphepha lokufakela Imibala
/UBawo oseZulwini UneCebo Ngam
Umlandela kanjani uYesu?
© 2021 by Intellectual Reserve, Inc. /All rights reserved. Ishicilelwe e-USA. Isivumelo sesiNgesi: 6/19. Isivumelo senguqulelo: 6/19. Inguqulelo ye Monthly Friend Message, July 2021. Xhosa. 17471 774