2023
Izipho zika Yesu
EyoMqungu 2023


“Izipho zikaYesu,” Imiyalezo yeNyanga Umhlobo, EyoMqungu 2023

“Izipho zikaYesu”

Imiyalezo yeNyanga Umhlobo, EyoMqungu 2023

Izipho zika Yesu

Umfanekiso
UMariya nosana olunguYesu

Imifanekiso ngu Apryl Stott

Umfanekiso
Amadoda azizilumko ehamba

Xa uYesu Krestu wayezalwa, inkwenkwezi entsha yavela esibhakabhakeni. Amadoda Azizilumko ayeyazi ukuba inkanyezi ithetha ukuba uYesu uzelwe. Bayilandela inkanyezi. Baye bahamba iintsuku ezininzi.

Umfanekiso
Amadoda Azizilumko anikela izipho kuYesu

Xa Amadoda azizilumko afumana uYesu, amnika Yena izipho. Baguqa phambi kwaKhe kwaye bamnqula Yena. Babemazi ukuba Yena unguNyana kaThixo.

Umfanekiso
abantwana behlakula ikhephu.

Nam ndinganikela ngezipho kuYesu. Ndingabonisa uthando lwam kuYe xa ndilandela umzekelo waKhe kwaye ndibonise uthando kwabanye.

Iphepha lokufakela Imibala

Ibhayibhile iFundisa ngoYesu

Umfanekiso
utata nentombi befunda izibhalo

Cofa kumfanekiso ukuze ukhuphele.

Umfanekiso ngu Apryl Stott

Uzama njani ukuba ufane noYesu?

Shicilela