EyeThupha 2021 Kwenzelwe Ukomelezwa KoLutsha Kwenzelwe Ulutsha: UBubingeleli bukaThixoUBongameli Jikelele beeNtombi Ezincinane kunye noDade Renlund bafundisa ulutsha ngobubingeleli—malunga nokuba buyintoni, nobungeyiyo, kwakunye nokokuba busikelela njani wonke umntu.