Abantwana
Yiba livulandlela
uMongameli uMonson uthi ivulandlela ngumntu obonisa abanye indlela ekufuneka beyilandele. Ungenzantoni ukumela okulungileyo kwaye ubelivulandlela kwabanye abakwintlalo yakho okanye esatsheni. Bhala iimpendulo zakho kwaye wabelane ngazo nosapho.