Abantwana Landela Ukukhanya Emva kokuba uYesu wazalwa, Izazi zamzisela izipho. Zalandela inkwenkwezi entsha, eyayikhazimla esibhakabhakeni ukuze bamfumane. Zizipho zini ongazipha uYesu kule Krisimesi?