EyoMqungu 2024 UkuKhanya Kwethu eNtlangoUMongameli Eyring ufundisa ukuba iNcwadi kaMormoni ikukukhanya okungasikhanyisela kuhambo lwethu lobomi kwaye isikhokelele kuMsindisi. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha Okwenzelwe uLutsha: NdingumFundi kaYesu KrestuAbongameli Jikelele bamaNtombazana amaNcinane nabaFana abaNcinane bakuxelela malunga nomXholo woLutsha ka 2024 nendlela onokuba ngumfundi kaYesu Krestu ngayo. UMhlobo Okwenzelwe Abantwana: UMthi woBomiFunda ibali elimalunga nomthi wobomi kwiphupha likaLihayi.