UCanzibe 2024 URussell M. NelsonVuya kwiSipho seZitshixo zoBubingeleliUMongameli Nelson ufundisa ukuba izitshixo zobubingeleli kunye nonqulo lwasetempileni lungasikelela njani ubomi bethu. Dallin H. OaksIminqophiso noXanduvaUMongameli Oaks ufundisa ngokubaluleka kokwenza iminqophiso noThixo neentsikelelo eziza ngokugcina loo minqophiso. Henry B. EyringKonke Kuya kulunga Ngenxa yeMinqophiso yeTempileUMongameli Eyring ufundisa ukuba njengokuba sisenza kwaye sigcina iminqophiso etempileni, siyakufumana iintsikelelo ezininzi zokomoya, ngokubini ngoku nangonaphakade. Izicatshulwa