Iziganeko ngemihla yoosolusapho bokuqala. (Ngenxa yobunzima ekuthelekeni imihla echanekileyo yeziganeko ezikweli candela, imihla ayinikwanga.) | |
P.K. (okanye P.X.E.—Phambi kweXesha eliQhelekileyo) | |
4000 |
UAdam wafa. |
UEnoki wafundisa. | |
UNowa wafundisa; umhlaba waba nonogumbe. | |
INcopho yeBhabheli yakhiwa; amaYeredayithi aya eLizweni lesiThembiso. | |
UMelkitsedeke wafundisa. | |
UNowa wafa. | |
UAbram (UAbraham) wazalwa. | |
UIsake wazalwa. | |
UYakobi wazalwa. | |
UYosefu wazalwa. | |
UYosefu wathengiselwa eYiputa. | |
UYosefu wabonakala phambi koFaro. | |
UYakobi (USirayeli) nosapho lwakhe baya ezantsi eYiputa. | |
UYakobi (USirayeli) wafa. | |
UYosefu wafa. | |
UMoses wazalwa. | |
UMoses wakhokela abantwana bakaSirayeli ukuphuma eYiputa (IEksodus). | |
UMoses akazange angcamle kufa. | |
UYoshuwa wafa. | |
Emva kokufa kukaYoshuwa, kwaqala ixesha labagwebi, umgwebi wokuqala eba nguOteniyeli nowokugqibela uSamuweli; ucwango nemihla yabanye ayicacanga kakhulu. | |
USawule wayengukumkani othanjisiweyo. |
Iziganeko zobuKumkani obuManyeneyo bukaSirayeli: | |
1095 |
Ulawulo lukaSawule lwaqala. |
1063 |
UDavide wathanjiselwa ubukumkani nguSamuweli. |
1055 |
UDavide waba ngukumkani eHebron. |
1047 |
UDavide waba ngukumkani eYerusalem; uNatan noGadi baprofetha. |
1015 |
USolomon waba ngukumkani wakwaSirayeli wonke. |
991 |
Itempile yagqitywa. |
975 |
USolomon wafa; izizwe ezilishumi zasentla zavukela ngokuchasene noRehabheham, unyana wakhe, noSirayeli wayohlulahluliwe. |
Iziganeko zikaSirayeli: |
Iziganeko zikaYuda: |
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: | |||
---|---|---|---|---|---|
Iziganeko zikaSirayeli: 975 | Iziganeko zikaYuda: UYarobheham wayengukumkani wakwaSirayeli. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 949 |
UShishaki, ukumkani weYiputa, wayiphanga iYerusalem. | ||||
Iziganeko zikaSirayeli: 875 | Iziganeko zikaYuda: UAhabhi walawula eSamari phezu koSirayeli ongentla; UEliya waprofetha. | ||||
Iziganeko zikaSirayeli: 851 | Iziganeko zikaYuda: UElisha wenza imimangaliso emikhulu. | ||||
Iziganeko zikaSirayeli: 792 | Iziganeko zikaYuda: UAmos waprofetha. | ||||
Iziganeko zikaSirayeli: 790 | Iziganeko zikaYuda: UYona noHoseya baprofetha. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 740 |
UIsaya waqalisa ukuprofetha. (IRoma yafunyanwa; uNabhonasari wayengukumkani waseBhabheli ngowa-747; uTigelate-pilezere Ⅲ wayengukumkani waseAsiriya ukususela ngowe-747 kuye kowa-734.) | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 728 |
UHezekiya wayengukumkani wamaYuda. (UShalemanesere Ⅳ wayengukumkani waseAsiriya.) | ||||
Iziganeko zikaSirayeli: 721 | Iziganeko zikaYuda: UbuKumkani obungaseNtla batshatyalaliswa; izizwe ezilishumi zathatyathelwa ekuthinjweni; uMika waprofetha. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 642 |
UNahum waprofetha. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 628 |
UYeremiya noZefaniya baprofetha. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 609 |
UObhadiya waprofetha; uDaniyeli wathwalelwa ekuthinjweni eBhabhilon. (INineve yawa ngowa-606; UNebhukadenetsare wayengukumkani waseBhabhilon ukususela ngowa-604 kuye-561.) | ||||
600 |
ULihayi wemka eYerusalem. | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 598 |
UHezekile waprofetha eBhabhilon; uHabhakuki waprofetha; uZedekiya wayengukumkani wakwaYuda. | ||||
588 |
UMyuleki wemka esuka eYerusalem esiya kwilizwe lesithembiso. | ||||
588 |
AmaNifayithi azahlula kumaLeymenayithi (phakathi kwa-588 nama-570). | ||||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: 587 |
UNebhukadenetsare wathimba iYerusalem. |
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: |
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: | ||
---|---|---|---|
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 537 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UKoreshi wamisela ukuba amaYuda anganokubuyela eBhabhilon. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 520 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UHagayi noZekariya baprofetha. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 486 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UEstere waphila. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 458 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UEzra wayalelwa ukwenza iinguqulelo. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 444 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UNehemiya wonyulelwa ukuba numlawuli wakwaYuda. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 432 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UMalaki waprofetha. | ||
400 |
UYaromi wafumana amacwecwe. | ||
360 |
UOmnayi wafumana amacwecwe. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 332 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UAlesandile oMkhulu woyisa iAram neYiputa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 323 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UAlesandile wafa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 277 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: ISeptuwajinti, uguqulelo lwezibhalo zesiYuda kwisiGrike, yaqaliswa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 167 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UMatiya umMakabhi wavukela ngokuchasene neAram. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 166 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UYuda Makabhiyasi waba yinkokeli yamaYuda. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 165 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: Itempile yahlanjululwa yaza yabingelelwa kwakhona; uHanuka waqalisa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 161 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UYuda Makabhiyasi wafa. | ||
148 |
UAbhinadayi wabulawela inkolo; uAlma wamisa iBandla kwakhona phakathi kwamaNifayithi. | ||
124 |
UBhenjamin wanika intetho yakhe yokugqibela kumaNifayithi. | ||
100 |
UAlma oMncinane noonyana bakaMozaya baqalisa umsebenzi wabo. | ||
91 |
Ulawulo lwabagwebi lwaqalisa phakathi kwamaNifayithi. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 63 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UPompey woyisa iYerusalem, ulawulo lukaMakabhiyasi lwaphela kwaSirayeli, kwaye ulawulo lwamaRoma lwaqalisa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 51 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UCleopatra walawula. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 41 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UHerode noFasiyeli benziwa iinkosi ezimanyeneyo zeendawo ezo zakwaYuda. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 37 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UHerode waba yinkokeli eYerusalem. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 31 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: IMfazwe yaseAktiyam yaliwa; UAwugusto wayengukumkani eRoma ukususela ngowa-31 P.K. ukuya E.K. owe-14. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 30 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UCleopatra wafa. | ||
Iziganeko kwiMbali yesiYuda: 17 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UHerode wavusa itempile. | ||
6 |
USamuweli umLeymenayithi waprofetha ngokuzalwa kukaKrestu. |
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: |
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: | ||
---|---|---|---|
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: E.K. | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: E.K. | ||
Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UkuZalwa kukaYesu Krestu. | |||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 30 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: Ubufundisi bukaKrestu baqalisa. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 33 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UKrestu wabethelelwa emnqamlezweni. |
33 okanye 34 |
UKrestu ovukileyo wabonakala eAmerika. |
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 35 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UPawulos waguqulwa. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 45 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UPawulos wathabatha uhambo lokuqala lobufundisi bakhe. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 58 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: UPawulos wathunyelwa eRoma. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 61 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: Imbali yeZenzo zaBapostile yavalwa. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 62 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: IRoma yatshiswa; amaKrestu ayetshutshiswa phantsi koNero. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 70 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: AmaKrestu asabela ePela; iYerusalem yangqingwa yaza yathinjwa. | ||
Iziganeko kwiMbali yobuKrestu: 95 | Iziganeko kwiMbali ekwiNcwadi kaMormoni: AmaKrestu ayetshutshiswa nguDomishiyen. | ||
385 |
Isizwe samaNifayithi satshatyalaliswa. | ||
421 |
UMoronayi wafihla amacwecwe. |