Izibhalo
Efana Kanye 1


Efana Kanye Evela kwiNcwadi ka-Abraham

Nomb. 1

Umfanekiso
Efana Kanye 1

Inkcazo

Umf. 1. INgelosi yeNkosi.

Umf. 2. UAbraham ebotshelelwe phezu kwesibingelelo.

Umf. 3. Ababingeleli abanqula izithixo bakaElikena bezama ukunikela uAbraham njengedini.

Umf. 4. Isibingelelo sedini ngababingeleli abanqula izithixo, bemi phambi kwezithixo zikaElikena, Libhina, Mahamakhra, Korashe, noFaro.

Umf. 5. Isithixo esinqulwayo sikaElikena.

Umf. 6. Isithixo esinqulwayo sikaLibhina.

Umf. 7. Isithixo esinqulwayo sikaMahamakhra.

Umf. 8. Isithixo esinqulwayo sikaKorashe.

Umf. 9. Isithixo esinqulwayo sikaFaro.

Umf. 10. UAbraham eYiputa.

Umf. 11. Ulungiselelwe ukubonisa iintsika zezulu, njengoko ziqondwa ngamaYiputa.

Umf. 12. IRawukeyangi, ibonisa umphangalalo, okanye isibhakabhaka phezu kweentloko zethu; kodwa kule meko, ngokunxibelele nesi sihloko, amaYiputa enzele ukubonisa uShawumawu, ibe nokuphakama, okanye amazulu, iphendula igama lesiHebhere, Shawumahim.

Shicilela