2011
Khangela Okulungileyo Okukungqongileyo
Matshi 2011


Abantwana

Khangela Okulungileyo Okukungqongileyo

Ungabona okulungileyo ukuba uyazifundisa ukukukhangela. Enye indlela yokuzifundisa ukubona iintsikelelo kukuba uziqhelise ukubala izinto ezilungileyo ozibonileyo ngosuku.

Thatha ixesha ngokuhlwa kwanamhlanje uxelele ilungu losapho ngezinto ezilungileyo ozibonileyo ebomini bakho namhlanje.

Shicilela