Abantwana
Iindlela Ezininzi Zokuthi Enkosi
“Kwilizwe lonke gabalala emva kwemini,
Abantwana bakaBawo waseZulwini bayaguqa bathandaze,
Omnye nomnye esithi enkosi, ngendlela yakhe ekhethekileyo.”
“Children All Over the World,” Children’s Songbook- Children’s Songbook, 16.
Sebenzisa imephu ukulatha amazwe awahlukileyo apho ezi lwimi zithethwa khona. Ezinye zala malwimi zithethwa nakwamanye amazwe!