2013
Iindlela zokusindisa
Okthoba 2013


Abantwana

Iindlela zokusindisa

uMongameli uThomas S. Monson ufundisa ukuba masibambane nabanye ekuncedeni abanye, kanye nabadala, abahlolokazi, nabo abangasakhuthalanga ekuzeni kwabo eCaweni, kwaye nabaludingayo uncedo olongezelekileyo. Cinga ngabantu obaziyo abangasebenzisa oluncedo.

Bhala phansi okanye uzobe imizobo yezindlela ongabasiza ngazo abobantu. Ungacela bazali bakho ukuba bakuncede ukucinga izindlela namasu bese ukhetha enye ozakuyizama kuleveki.

Shicilela