Abantwana
Yabelana ngobungqina bakho.
Ungabelana ngesipho sevangeli ngaleKrismesi ngokunika umhlobo okanye ummelwane incwadi kaMormoni ebhalwe ubungqina bakho ngaphakathi. Landlela izitepu ezilandelayo ukuzilungiselela:
-
Kwicwecwe lepheshana, kala ibhokisi elingalingana 4½ x 6½ intshi (11½ x 16½ cm) kwaye ucele umuntu omdala ukuba akuncede uyisike.
-
Faka umfanekiso wakho—kungaba umfanekiso okanye ifoto—phezulu kwicwecwe lephepha lakho.
-
Bhala ubungqina bakho kulomfanekiso.
-
Cela umtu omdala akuncede ufake iphepha ngaphakathi kweNcwadi kaMormoni.