Abantwana
Ceba Isivuno Sakho
Umthetho kaThixo wesivuno kukuthi ukuba sifuna into kwilixa elizayo, kumele siyisebenzele ngoku. Ukuba sifuna ukukhulisa igadi, kumele sityale iimbewu, sizinkcenkceshele, kwaye sizikhusele kumakhula. Ukuba asikwenzi oku, asiyo nakubana sivuno kwilixa elizayo!
Ngezantsi kunoxwebhu “lwezityalo” ezilungileyo onokuthi uzifune ebomini bakho. Bhala phantsi ezinye izinto onokuthi uzenze kulenyanga ukunceda ukuba ufumane ezintsikelelo.