Abantwana Landela Umprofethi Abaprofethi kunye nabapostile bathethela uBawo Osezulwini kunye noYesu Krestu. Bona basifundisa ukuba simlandela kanjani uYesu. Zeziphi ezinye zezinto ezithe umprofethi kunye nabapostile basicela ukuba sizenze?