2011
Ndiyakulungiselela ngoku ndisemncinci
Janyuwari 2011


Abantwana

Ndiyakulungiselela ngoku ndisemncinci

Ukunceda abantwana ukuba bakhumbule ubizo luka Mongameli Monson lokulungiselela ukukhonza ebufundisini, cinga ngokwenza isetifikeyti okanye iphepha elilisiqiniselo esinalamagama ngezantsi ukuze abantwana bakho bazokusayina kwaye nisigcine njengesikhumbuzo, mhlawumbi edongeni labo okanye kwincwadi yabo ababhala kuyo iimfihlo zabo.

Ndiyakulungiselela

UMongameli Thomas S. Monson undibizile ukuba ndilungise ndiyokukhonza ebufundisini beCawa. Ndizakuya:

  • Ndizigcine ndicokekile kwaye ndinyulu ndifanelekile ukumela iNkosi.

  • Ndigcine impilo kunye namandla wam.

  • Ndithandaze kwaye ndifunde izibhalo ezingcwele.

Ndiyakuzilungiselela ukuba ndikhonze ebufundisini.

(uphawu lwesandla)

Shicilela