2011
Ndiyakwazi Ukubhatala Okweshumi
Juni 2011


Abantwana

Ndiyakwazi Ukubhatala Isishumi

Ukubhatala okweshumi kuthetha ngokunikela amapesenti ayi-10 koko sikusebenzeleyo eNkosini. Yiba nomfanekiso ngqondweni wabantwana abathathu abenza imisebenzi eyahlukileyo. Omnye wabo wamkela i- $1, omnye yena i$2, kwaye lowesithathu wamkela i$3. Bhala ukuba umntwana ngamnye ingaba Okweshumi akubhatalayo kuzakuba yimalini na.

Umbuzo onenqaku: Ingaba ngomphi umbhatali wesishumi kwaba bathathu oyakufumana iintsikelelo ezininzi? (Icebiso: Bona isahluko sokugqibela kumyalezo kaMongameli Eyring.)

Shicilela