2011
Iimfundiso zeXesha Lethu
Novemba 2011


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ububingeleli bukaMelkhizidek kwaye nezifundo zoMbutho wooMama ngeeCawa zesine ziya kunikelwa kwii “Mfundiso zeXesha Lethu.” Isifundo ngasinye singalungiselelwa kwiintetho enye okanye ezingaphezulu ezinikwayo kwiikomfa ezisandula ukubanjwa (bona umzobo oyingcaciso ngezantsi). Oomongameli beendawo neengingqi bangakhetha ukuba makusetyenziswe eziphi iintetho, okanye banganikela ngalomsebenzi koobishophu kwaye nomongameli bamasebe. Iinkokheli kufuneka zicacise ixabiso zoBubingeleli bukaMelkhizidek kwaye oodade boMbutho wooMama abafunda iintetho ezifanayo ngeeCawa ezifanayo.

Abo abaya kwizifundo zangeeCawa zangesine bayakhuthazwa ukuba bafunde kwaye bazise eklasini imagazini yamva nje yekomfa yajikelele.

Iingcebiso zokuLungiselela Isifundo ngokusebenzisa enye YeeNtetho.

Thandaza ukuba uMoya oyingcweleabe kunye nae njengokuba ufunda kwaye ufundisa ngezintetho. Ungahendeka ukuba ulungiselele isifundo ngokusebenzisa ezinye izixhobo, kodwa iintetho zeekomfa zizo ezikwikharityulam evunyiweyo. Umsebenzi wakho kukunceda abanye ukuba bafunde kwaye baphile ivangeli njengokuba belifundiswa kwiikomfa zajikelele zeCawa kwiikomfa ezisandu ukubanjwa.

Phinda ujonge ufunde iintetho, ukhangele imigaqo, kwaye neemfundiso ezidibana neemfuno zamalunga eklasi. Kwakhona khangela amabali, izibhekiso zezibhalo ezingcwele, kwaye neenkcazo ezizakunceda ufundise ezi nyaniso.

Yeza ucwangciso lwendlela yokufundisa imigaqo kwaye neemfundiso. Ucwangciso lwakho kufuneka lube kunye nemibuzo enceda amalungu eklasi:

  • Khangela imigaqo kwaye neemfundiso kw(i)intetho.

  • Cinga ngeentsigiselo zazo.

  • Yabelana ngokuqonda, ngamacebo, namava, kwaye nobungqina.

  • Sebenzisa lemigaqo kwaye neemfundiso ebomini benu.

Izifundo zeeNyanga Ziyafundiswa

Izixhobo Zokufundisa Izifundo ZangeCawa Yesine

Novemba 2011–Epreli 2012

Talks published in the November 2011 Liahona*

Meyi 2012–Okhthobha 2012

(Iintetho ezishicelelwe ngoMeyi) Talks published in the Meyi 2012 Liahona*

Shicilela