Abantwana
Khetha ukuThula
UMongameli Monson uthi xa sizolile kwaye sinentlonipho, siyaluva uxolo kwaye sifumane ubungqina obunamandla bukaBawo waseZulwini. Kwaye uMoya oyiNgcwele angasiphembelela ngcono kwiindlela esingakwazi ngayo ukunceda abanye.
Bhala phantsi okanye uxoxe nabazali bakho ngendlela enye ongakwazi ngayo ukuzola. Ze emva koko uthathe ixesha kule veki uyizame. Emva kokuba wenze njalo, ungabhala kwijenali yakho ngeemvakalelo neempembelelo oye wabanazo.