Abantwana
Ukulandela umzekelo woovulindlela
UMongameli Uchtdorf waba iindlela ezimbalwa abathi oovulindlela babonisa uthando ngalo kuBawo oseZulwini. Ungalandela umzekelo wabo. Nanga amanqaku ambalwa okukwenza uqalise:
Imfesane
Bhala iphetshana lobubele okanye wenzele isimuncumuncu umntu okhathazekileyo.
Ncedisa iqabane laseklasini kumsebenzi walo wesikolo owenziwa emakhaya.
Umsebenzi
Beka Imbono. Yenza into imihla ngemihla kulenyanga ukuzinceda wena ukuba ufikelele kwimbono yakho.
Ncedisa abazali bakho ekwenzeni isidlo sasemini.
Ukuthemba okuhle
Yenza uluhlu lwezinto ezili-10 ezikonwabisayo ebomini bakho.
Ncumela wonke umntu ombonayo.