2015
Iimfundiso zeXesha Lethu
Novemba 2015


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ukusukela kweyeNkanga 2015 ukuya kwekaTshazimpunzi 2016, izifundo zangeCawe yesine enyangeni zoBubingeleli bukaMelkitsedeke kunye neQumrhu LooMama kumele zilungiswe kwenye okanye kwezingaphezulu iintetho ebezinikwe kwinkomfa yajikelele yeDwarha 2015. Kwinyanga kaTshazimpunzi 2016, iinthetho zingakhethwa nokuba kukwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi 2016 okanye kweyeDwarha 2015. Abongameli beengqokelela zamasebe kunye nabeengingqi kumele bakhethe ukuba zeziphi iintetho eziya kusetyesenziswa kwiingingqi zabo, okanye banganikeza olu xanduva kwiinkokeli kunye nabongameli bamasebe.

Iintetho ziyafumaneka ngeelwimi ezininzi kwi conference.lds.org.

Shicilela