Abantwana Ukufunda ngoYesu UMoya oyiNgcwele usinika imizwa yoxolo ukusinceda ukuba sazi ukuba uYesu uyinyani kwaye uyasithanda. Bhala okanye uzobe into othe wayifunda ngoYesu.