2016
Iimfundiso zeXesha Lethu
Meyi 2016


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ukusukela kwekaCanzibe 2016 ukuya kweyeDwarha 2016, izifundo zangeCawe yesine enyangeni zoBubingeleli bukaMelkitsedeke kunye neQumrhu LooMama kumele zilungiswe kwenye okanye kwezininzi zeentetho ebezinikwe kwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi 2016. Kwinyanga yeDwarha 2016, iinthetho zingakhethwa nokuba kukwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi okanye kweyeDwarha. Abongameli beengqokelela zamasebe kunye nabeengingqi bayakhetha ukuba zeziphi iintetho eziya kusetyesenziswa kwiingingqi zabo, okanye banganikeza olu xanduva kwiinkokeli kunye nabongameli bamasebe.

Iintetho ziyafumaneka ngeelwimi ezininzi kwi conference.lds.org.

Shicilela