2016
UNcedo lukaBawo oseZulwini
Juni 2016


Abantwana

UNcedo lukaBawo oseZulwini

Kuba uBawo oseZulwini esithanda, Yena usinike izixhobo ezininzi, okanye izipho, ukwenzela ukusinceda. Ngezantsi zezinye zezipho asinike zona Yena. Ungazisebenzisa kanjani ezi zipho ukusikelela ubomi bakho kunye nokusikelela abanye?

  • amandla obubingeleli

  • umthandazo

  • uthando lwabanye

  • abapostile nabaprofethi

  • izibhalo ezingcwele

Shicilela