Abantwana
UNcedo lukaBawo oseZulwini
Kuba uBawo oseZulwini esithanda, Yena usinike izixhobo ezininzi, okanye izipho, ukwenzela ukusinceda. Ngezantsi zezinye zezipho asinike zona Yena. Ungazisebenzisa kanjani ezi zipho ukusikelela ubomi bakho kunye nokusikelela abanye?
-
amandla obubingeleli
-
umthandazo
-
uthando lwabanye
-
abapostile nabaprofethi
-
izibhalo ezingcwele