2016
Nawe Unguvulindlela!
Julayi 2016


Abantwana

Nawe Unguvulindlela!

Oovulindlela ngabantu abathi balungiselele abanye indlela yokulandela.

Zoba umfanekiso okanye fumana ifoto yesinye yezinyanya zakho. Ungafumana ibali lokuba bakulungiselele kanjani indlela yokuba ulandele? Bhala iindlela ezimbini ongaba nguvulindlela ngazo namhlanje. Ungabelana neengcinga zakho kumhlangano wangokuhlwa wosapho olandelayo!

Shicilela