2016
Iimfundiso zeXesha Lethu
Novemba 2016


Iimfundiso zeXesha Lethu

Ukusukela kweyeNkanga 2016 ukuyokutsho kwekaTshazimpunzi 2017, izifundo zangeCawe yesine enyangeni zoBubingeleli bukaMelkitsedeke kunye neQumrhu LooMama kumele zilungiswe kwenye okanye kwezingaphezulu iintetho ebezinikwe kwinkomfa yajikelele yeDwarha 2016. NgoTshazimpunzi 2017, iinthetho zingakhethwa nokuba kukwinkomfa yajikelele kaTshazimpunzi okanye kweyeDwarha. Abongameli beengqokelela zamasebe kunye nabeengingqi kumele bakhethe ukuba zeziphi iintetho eziya kusetyesenziswa kwiingingqi zabo, okanye banganikeza olu xanduva kwiinkokeli kunye nabongameli bamasebe.

Iintetho ziyafumaneka ngeelwimi ezininzi kwi conference.lds.org.

Shicilela