2021
Utyelelo oluvela kuYohane uMbhaptizi
EyoMdumba 2021


“Utyelelo oluvela kuYohane uMbhaptizi,” Umhlobo, EyoMdumba 2021

UMyalezo wangeNyanga Umhlobo , EyoMdumba 2021

Utyelelo oluvela kuYohane uMbhaptizi

Umfanekiso
UJoseph Smith no-Oliver Cowdery bethandaza

Imizobo ngu–Apryl Stott

Ngenye imini uJoseph Smith no-Oliver Cowdery babenombuzo. Yeyiphi indlela eyayilungile yokubhaptizwa? Bathandazela ukwazi impendulo.

Umfanekiso
UYohane uMbhaptizi

Ingelosi yafika. YayinguYohane uMbhaptizi. Yena wayebhaptize uYesu. Wabaxelela ukuba babedinga ububingeleli ukuze babhaptize abantu.

Umfanekiso
UYohane uMbhaptizi unika uJoseph Smith uBubingeleli buka-Aron

UYohane wasikelela uJoseph no-Oliver. Wabanika ububingeleli. Ngoku babenokubhaptiza abantu ngendlela uYesu awabhaptizwa ngayo.

Umfanekiso
U-Oliver Cowdery ebhaptiza uJoseph Smith

UJoseph wabhaptiza u-Oliver emlanjeni. Emva koko u-Oliver wabhaptiza uJoseph. Kamva, nabanye abaninzi baye babhaptizwa nabo.

Umfanekiso
utata ebhaptiza intombi

Kuba uBawo oseZulwini wayephendule umthandazo kaJoseph Smith, ububingeleli bubuyile emhlabeni! Ndingabhaptizwa njengoYesu.

Iphepha lokufakela Imibala

Singabhaptizwa

Umfanekiso
A pencil drawing of Joseph baptizing Oliver Cowdery.

Yintoni ongayenza ukuze ulandele uYesu Krestu?

Shicilela