EyeDwarha 2021 UMsebenzi waseTempileniIitempile ziyindlu yeNkosi. Singafumana imimiselo kwaye senze iminqophiso kunye naYe kwiitempile. Kananjalo sinokwenzela izinyanya zethu imimiselo etempileni. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha Kwenzelwe Ulutsha: IGama leBandla laKheInkcazelo emfutshane yeMfundiso neMinqophiso 115:4, apho iNkosi inika igama leBandla laYo ngemihla yokugqibela. Umhlobo Kwenzelwe Abantwana: UYesu Krestu waThiya Igama iBandla laKheFunda ukuba iTempile yaseKirtland yakhiwa njani.