EyoMdumba 2024 UMdala D. Todd ChristoffersonUVuyo olungenasiPhelo lokuPhila iVangeliUmdala uChristofferson wabelana ngendlela uvuyo lonyamezelo oluza ngayo ngokunyamezela kwivangeli kaYesu Krestu kwaye nokunceda abanye benze njalo. Okwenzelwe Ukomeleza uLutsha EyoLutsha: Ingaba NdiPhila “ngokoHlobo loLonwabo”?UNifayi wathi abantu bakhe baphila “ngohlobo lolonwabo.” Nazi ezezinye iingcebiso kuwe zokuba wenze ngokufanayo. Umhlobo EyaBantwana: ILiyahonaFunda ibali elimalunga nendlela iLiyahona eyamkhokela ngayo uNifayi nosapho lwakhe.