2014
Beka I-Ankile yakho
Epreli 2014


Abantwana

Beka I-Ankile Sakho

Yintoni ezakugcina ukhuselekile kwivangeli? Mhlawumbi ungathanda ukuzoba umfanekiso wenqanawe ne-ankile. Emva koko ungancamathisela okanye ufake imifanekiso yabantu okanye yezinto ecaleni kwe-ankile yakho ezinganceda inqanawe yakho ihlale ikhuselekile. Khumbula, UMongameli Uchtdorf wathi uYesu Krestu, nabaprofethi banamhla, kunye nezibhalo ezingcwele zezona ankile zingondoqo ebomini bethu.

Shicilela