GJS, Ⅰ KaPetros 4:6. Thelekisa nekaⅠ Petros 4:6
Ivangeli ishunyayelwa kwabo bafileyo.
6 Kuba ngenxa yoku, yashunyayelwa ivangeli kubo abafileyo, ukuze babe nokugwetywa ngokwabantu besenyameni, kodwa badle ubomi bekuwo umoya ngokwentando kaThixo.
GJS, Ⅰ KaPetros 4:8. Thelekisa nekaⅠ Petros 4:8
Uthando lwenene lusinqanda ekoneni.
8 Nangaphezu kweento zonke ke yibani nothando olunyamekileyo; ngokuba uthando lwenene lunqanda inkitha yezono.