Uncedo lweZifundo
GJS, KwabaseKolose 2


GJS, KwabaseKolose 2:21–22. Thelekisa nabaseKolose 2:20–23

Imiyalelo yabantu inokuba nexabiso ekufundiseni izinto ezinjalo njengokuziqeqesha, kodwa zinganiki Thixo imbeko nakusindisa mntu.

21 Esemva kweemfundiso nemiyalelo yabantu, abakufundisa ukungachukumisi, ukungangcamli, ukungaphathi; zonke ezo zinto eziya kutshabalala kukusetyenziswa?

22 Zinto ezo ngokwenene ezithe zangumboniso wobulumko kunqulo lwentando, nentobeko, nokungakhathaleli mzimba njengasekukholiseni inyama, kunganiki nayiphi na imbeko kuThixo.