GJS, UAmos 7:3. Thelekisa noAmos 7:3 INkosi ayiguquki; abantu bayaguquka. 3 Kwaye iNkosi yathi, ngokunxulumene noYakobi, uYakobi uya kuguquka ngoku, ke ngoko andiyi kumtshabalalisa kuphele, itsho iNkosi.