GJS, UYeremiya 26:13. Thelekisa noYeremiya 26:13
INkosi ayiguquki; abantu bayaguquka.
13 Kaloku ke ngoko, lungisani iindlela zenu nezenzo zenu, nize nithobele ilizwi leNkosi uThixo wenu, nize niguquke, kwaye iNkosi iya kubujika ububi enigwetywe ngabo.