Uncedo lweZifundo
GJS, Izenzo 9


GJS, Izenzo 9:7. Thelekisa neZenzo 9:7; 22:9

Abo bakunye noPawulos ekuguqulweni kwakhe babona ukukhanya, kodwa abanako ukuliva ilizwi okanye abanako ukuyibona iNkosi.

7 Kwaye abo babehamba naye bakubona ukukhanya ngokwenene, baye besoyika; kodwa abathanga baliva ilizwi lalowo wathetha naye.

Shicilela