UKorihor, umchasi-Krestu, uphoxisa ngoKrestu, ngeNtlawulelo, kwaye nangomoya wesiprofetho—Ufundisa ukuba akukho Thixo, akukho kuwa kwamntu, akukho sohlwayo sesono, kwaye akukho Krestu—UAlma uyangqina okokuba uKrestu uya kuza nokokuba zonke izinto zibonisa okokuba ukho uThixo—UKorihor unyanzelisa umqondiso waza wabethwa wabasisimumu—Umtyholi wayebonakele kuKorihor njengengelosi waza wamfundisa oko amaze akuthethe—UKorihor unyhashelwa phantsi aze afe. Malunga 76–74 P.K.