UAlma uyala ukuba ngukumkani—Usebenza njengombingeleli omkhulu—INkosi iyabohlwaya abantu Bayo, kwaye amaLeymenayithi athimba ilizwe likaHelam—UAmyuloni, inkokeli yababingeleli abakhohlakeleyo bakaKumkani uNowa, ulawula ephantsi kolawulo lokumkani wamaLeymenayithi. Malunga 145–121 P.K.