Uncedo lweZifundo
1. UMntla-Mpumalanga woMdibaniso waMazwe


1. UMntla-Mpumalanga woMdibaniso waMazwe

Imaphu zembali Yebandla 1

Mn

Canada

UMdibaniso waMazwe

Vermont

Mlambo iConnecticut

Maine

Tunbridge

Sharon

Chibi iOntario

Norwich

Lebanon

New Hampshire

Gilsum

Palmyra

Fayette

Whitingham

Manchester

Albany

New York

Topsfield

Salem

Machibi iFinger

Boston

Mzantsi Bainbridge

Colesville

Massachusetts

Harmony

Connecticut

Rhode Island

Pennsylvania

Mlambo iHudson

New Jersey

New York City

Lwandlekazi lweAtlantiki

Mlambo iSusquehanna

Mlambo iDelaware

Philadelphia

IiKhilomitha

0 50 100 150 200

A B C D

1 2 3 4

1

2

3

4

5

6

7

8

9

  1. Topsfield Indawo yokuzalwa kaJoseph Smith Omkhu., wazalwa ngoJulayi 12, 1771.

  2. Gilsum Lucy Mack wazalelwa apha, ngoJulayi 8, 1775.

  3. Tunbridge UJoseph Smith Omkhu. noLucy Mack batshatela apha, ngoJanuwari 24, 1796.

  4. Whitingham Indawo yokuzalwa kaBrigham Young, wazalwa ngoJuni 1, 1801.

  5. Harmony UEmma Hale wazalelwa kwiDolophana iHarmony, ngoJulayi 10, 1804.

  6. Sharon UJoseph Smith Omnci. wazalelwa apha, ngoDisemba 23, 1805 (khangela M—JS 1:3).

  7. Lebanon Usapho lwakwaSmith lalihlala kwiDolophana iLebhanon ukususela kowe-1811 ukuya kowe-1813, ngethuba uJoseph Smith Omnci. waba nothotho lwemithungo yomlenze.

  8. Norwich Usapho lakwaSmith lwaluhlala apha ukususela ngowe-1814 ukuya kowe-1816 phambi kokuba lufudukele ePalmyra.

  9. Palmyra Usapho lwakwaSmith lwafudukela apha ngowe-1816 (khangela M—JS 1:3).