Uncedo lweZifundo
IMbonakalo Jikelele neSitshixo


IMbonakalo Jikelele neSitshixo

Imida ekwimaphu engezahtsi ibonisa incam yeemaphu ngazinye ezinomboliweyo ezilandelayo. Ezi maphu zenziwe ngeengingqi ezinkulu nanjengemimandla yezelizwe engqanyaniswe ngokucutheneyo.

  1. UMntla-Mpumalanga woMdibaniso waMazwe

  2. Palmyra-Manchester, New York, 1820–1831

  3. INew York, Pennsylvania, noMmandla weOhio woMMA

  4. Kirtland, Ohio, 1830–1838

  5. IMissouri, Illinois, neIowa uMmandla woMMA

  6. IMfuduko yangaseNtshonalanga yeBandla

  7. IMaphu yeHlabathi

imbonakalo jikelele yemaphu

Mn

1

2

3

4

5

6

Okulandelayo sisitshixo ukuze uqonde imiqondiso eyahlukeneyo neentlobo ezinye zoonobumba ezisetyenziswe kwiimaphu. Ukongeza, iimaphu ezizodwa zinokuqulatha izitshixo ezineenkcazelo zemiqondiso eyongezelelweyo ngokuphathelele kuloo maphu ithile.

isitshixo

Isikwere esiorenji simele isakhiwo sorhwebo, okanye esinye isimo sedolophu.

Ichokoza elibomvu limele isixeko okanye idolophu.

ULwandlekazi iAtlantiki

Olu hlobo lunye loonobumba lusetyenziselwa ukuphawula iindawo zejografi, ezinje amachibi, imilambo, iintaba, iintlango, neentlambo.

IPalmyra

Olu hlobo lunye loonobumba lusetyenziselwa izixeko needolophu.

New York

Olu hlobo lunye loonobumba lusetyenziselwa izahlulo zopolitiko, ezinjengeengingqi neziteyiti zeM.M. nemimandla.

Canada

Olu hlobo lunye loonobumba lusetyenziselwa izahlulo zopolitiko ezikhulu ngakumbi, ezinje ngezizwe, amazwe, namazwekazi.