Uncedo lweZifundo
6. IMfuduko yangaseNtshonalanga yeBandla


6. IMfuduko yangaseNtshonalanga yeBandla

Imaphu zembali Yebandla 6

Mn

Canada

New York

Mmandla weOregon

Mmandla waseIndiya

Fayette

New York City

Mlambo iSnake

Nqaba iHall

Nqaba iBridger

Mntla woMlambo iPlatte

Lwandlekazi iPasifiki

Nqaba iLaramie

Winter Quarters

Iowa

Pennsylvania

Februwari 4, 1846 Uhambo ngoLwandle lwenqawa iBrooklyn luyaqala

Council Bluffs

Illinois

Indiana

Kirtland

San Francisco

Mzila waseCalifornia

Great Salt Lake

Salt Lake City

Mzantsi woMlambo iPlatte

Nauvoo

Philadelphia

Nqaba iLeavenworth

Far West

Ohio

Washington, D.C.

Lwandlekazi iAtlantiki

Sacramento

Quincy

Liberty

California

Mexico

Pueblo

Mlambo iArkansas

Independence

Inqanawa iBrooklyn yafika eYerba Buena (San Francisco) Julayi 31, 1846

Los Angeles

Missouri

Santa Fe

Mlambo iCanada

Mmandla waseIndiya

San Bernardino

Mishini iSan Luis Rey

Mlambo iGila

Rio Grande

Mlambo iPecos

San Diego

Tucson

Isitshixo

Ndlela yeBhathaliyon yeMormoni

Ndlela yangase Ntshonalanga yabaNgcwele

Ndlela yenqanawa iBrooklyn

IiKhilomitha

0 150 300 450 600

A B C D E F G H

1 2 3 4

1

2

3

4

5

6

7

8

9

10

11

12

13

14

15

  1. Fayette UMprofeti uJoseph Smith washiya iFayette esiya eKirtland, eOhio, ngoJanuwari 1831. Amasebe amathathu aseNew York (Fayette, Colesville, neManchester) alandela ngoAprili noMeyi 1831 phantsi komyalelo weNkosi ukuba ahlanganisane (khangela I&M 37–38).

  2. Kirtland Ikomkhulu leBandla laliseKirtland ukususela ngowe-1831 ukuya kowe-1838.

  3. Independence INkosi yazisa i-Independence (eJackson Khawunti, eMissouri) njengendawo engumbindi waseZiyon ngoJulayi 1831 (khangela I&M 57:3). Amaqela ezaphuli-mthetho lanyanzela abaNgcwele baphume eJackson Khawunti ngoNovemba 1833.

  4. Liberty AbaNgcwele ukusuka eJackson Khawunti bahlanganisana eClay Khawunti ukususela kowe-1833 kuye kowe-1836, xa kwakhona kwakufuneka bemkile. UMprofeti uJoseph Smith nabanye bavalelwa apha entolongweni.

  5. Far West Indawo yokubalekela yamiselwa abaNgcwele apha ngowe-1836–1838. Yayilikomkhulu leBandla ngowe-1838. Ngowe-1838–1839 abaNgcwele banyanzeleka ukuba basabele eIllinois.

  6. Nauvoo Ikomkhulu leBandla ngowe-1839–1846. Emva kofelo-nkolo loMprofeti nomkhuluwa wakhe uHyrum, abaNgcwele bafuduka entshonalanga.

  7. Council Bluffs Oovulindlela bafika apha ngoJuni 1846. Amalungu eBhathaliyoni yeeMormoni yemka emka ngoJulayi 21, 1846 phantsi kwenkokhelo kaJames Allen.

  8. Winter Quarters Indawo ebalulekileyo yokuhlalisa abantu okwexeshana, ngowe-1846–1848. Iqela ivanguard phantsi kolawulo lukaMongameli uBrigham Young lemka lisiya eEntshonalanga ngoAprili 1847.

  9. Nqaba iLeavenworth IBhathaliyon yeeMormoni yaxhotyiswa apha ngaphambi kokuqala ukumatshela entshonalanga ngoAgasti 1846.

  10. Santa Fe UPhilip Cooke wayalela iBhathaliyon yeeMormoni njengoko yamatsha ukusuka apha ngo-Oktobha 19, 1846.

  11. Pueblo Amaqela amathathu abagulayo amajoni abakhululiweyo beBhathaliyon yeeMOrmoni babe ayalelwa ukuba aye ePueblo ukuze achache, apho achitha ubusika bowe-1846–1847 nabaNgcwele eMississippi. La maqela angena kwiNtlambo iSalt Lake ngoJulayi 1847.

  12. San Diego IBhathaliyon yeeMormoni yayigqiba apha imatshi yayo engama 3,200 eekhilomitha ngoJanuwari 29, 1847.

  13. Los Angeles IBhathaliyoni yeeMormoni yakhululwa apha ngoJulayi 16, 1847.

  14. Sacramento Amanye amalungu ebhathaliyoni akhululiweyo asebenza apha kwiLitye loKusila likaSutter kude kuMlambo iAmerika. Ayekhona xa kwabhaqwa igolide ngoJanuwari ngowe-1848.

  15. Salt Lake City Ikomkhulu leBandla ukususela kowe-1847 kude kube namhlanje. UBrigham Young wafika kwiNtlambo iSalt Lake ngoJulayi 24, 1847.