Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ KaYohane 2


GJS, Ⅰ KaYohane 2:1. Thelekisa noⅠ Yohane 2:1

UKrestu ngumthetheleli wethu noYise ukuba siyaguquka.

1 Bantwana bam, ndinibhalela ezi zinto, ukuze ningoni. Kodwa ukuba kukho othe wona aze aguquke, sinomthetheleli kuye uYise, uYesu Krestu ilungisa;

Shicilela