Uncedo lweZifundo
GJS, Ⅰ KaYohane 4


GJS, Ⅰ KaYohane 4:12. Thelekisa noⅠ Yohane 4:12

Kuphela ngabantu abakholwayo kuThixo abanako ukumbona Yena.

12 Akukho namnye owakha wambona uThixo nangaliphi na ixesha, ngaphandle kwabo bakholwayo. Ukuba sithi sithandane, uThixo uhleli kuthi, nothando lwakhe lugqibelele ngaphakathi kwethu.

Shicilela