Uncedo lweZifundo
GJS, IGenesis 21


GJS, IGenesis 21:31–32. Thelekisa neGenesis 21:32–34

UAbraham unqula uThixo wanaphakade.

31 Ngoko ke uAbhimeleki, noFikolo umthetheli-waka womkhosi wakhe, waphakama, kwaye ke batyala igcume lemithi eBher-shebha, baye babiza apho egameni leNkosi; kwaye babuyela ezweni lamaFilisti.

32 Kwaye uAbraham wanqula uThixo wanaphakade, kwaye waphambukela kwilizwe lamaFilisti iintsuku ezininzi.

Shicilela