Uncedo lweZifundo
GJS, UYohane 14


GJS, UYohane 14:30. Thelekisa noYohane 14:30

Inkosana yobumnyama, okanye uSathana, ngoweli hlabathi.

30 Emva koku andisayi kuthetha zinto zininzi nani; kuba inkosana yobumnyama, eyiyeyeli hlabathi, iyeza, kodwa ayinamandla phezu kwam, kodwa inamandla phezu kwenu.

Shicilela