Uncedo lweZifundo
GJS, UMarko 12


GJS, UMarko 12:32. Thelekisa noMarko 12:27

UThixo akaThixo wabafileyo, ngoba Yena uvusa abafileyo emangcwabeni abo.

32 Akanguye ke ngoko uThixo wabafileyo, kodwa uThixo wabaphilileyo; kuba uyabavusa baphume emangcwabeni abo. Nina ke ngoko niyalahleka kakhulu.

Shicilela