Uncedo lweZifundo
IMbonakalo Jikelele


IMbonakalo Jikelele

Iimaphu engezantsi ibonisa indawo yeefoto kweli candelo. Kumaphepha alandelayo, ifoto nganye enomboliweyo ikhatshwa yinkcazelo emfutshane yalapho ithathelwe khona. Izehlo zezibhalo ezibalulekileyo ukusuka kuloo mmandla ngoko ke zidwelisiwe, kunye nezalathiso zesibhalo ukuze ubenako ukwazi apho unokufunda ngakumbi ngezoo zehlo.

  1. Hlathi eliNgcwele

  2. Nduli iCumorah noMmandla iPalmyra-Manchester

  3. INdlu eyaKhiwe ngeZiqu zeMithi kaJoseph Smith Omkhu.

  4. Shicilelo lukaGrandin neVenkile yokuShicilela

  5. Mlambo iSusquehanna

  6. Peter Whitmer Omkhu. iSiza seKhaya

  7. Venkile kaNewel K. Whitney neNkampani

  8. Khaya likaJohn Johnson

  9. Tempile iKirtland

  10. Adam-ondi-Ahman

  11. ISiza seTempile iFar West

  12. Ntolongo iLiberty

  13. Ndlu eNkulu eNauvoo

  14. Venkile kaJoseph Smith Omnci. yeZitena eziBomvu

  15. Tempile iNauvoo

  16. Ntolongo iCarthage

  17. IMfuduko eya eNtshonalanga

  18. Tempile iSalt Lake

Umfanekiso
imbonakalo jikelele yemaphu

Mn

New York

Pennsylvania

Ohio

Illinois

Missouri

1

2

3

4

5

6

7

8

9

10

11

12

13

14

15

16

17

18

Shicilela