Uncedo lweZifundo
GJS. IEksodus 32


GJS, IEksodus 32:14. Thelekisa ne-Eksodus 32:14

INkosi iya kuwasindisa amaSirayeli aya kuguquka.

14 Kwaye iNkosi yathi kuMoses, Ukuba aya kuguquka ebubini athe abenza, ndiya kuwasindisa, ndize ndiwubuyise umsindo wam ovuthayo; kodwa, qaphela, wena uya kwenza isigwebo phezu kwabo bonke abangayi kuguquka ngalo mhla. Ke ngoko, bona ke wena ukuba wenza le nto endikuyalele yona, okanye ndiya kwenza konke oko ndathi ndakucinga ukuba ndikwenze ebantwini bam.

Shicilela